Loli
Vusi Nova"Loli" is a song by Vusi Nova, released in 2013 in the Pop genre. The song is 4:56 long and contains 63 lines and 205 words.
Lyrics
0:04Loli lavi wam
0:11Yintoni undenza nje mna?
0:17Bendithi ungowam
0:20Nam ndingowakho
0:23Ndicel' ungandishiyi themba lam
0:29Loli lavi wam
0:35Yintoni undenza nje mna?
0:41Bendithi ungowam
0:45Nam ndingowakho
0:48Ndicel' ungandishiyi themba lam
0:56Loli baby wam
1:00Kutheni ungath ufun' ukuchaza abantu
1:07Kubo bonke ndikhethile mna
1:12Yhe ndithi nawe baby wavumelana nam
1:19Baby naw' uyazi ma kukuhle
1:24Abantu bathand' ukufak' unyawo
1:29Bohlala benomona
1:32Wen' ungowami nodoli wam
1:37Yhe ndithi baby uthandwa ndim
1:42Uthandwa ndim Loli
1:44Loli lavi wam
1:50Yintoni undenza nje mna?
1:56Bendithi ungowam
1:59Nam ndingowakho
2:02Ndicel' ungandishiyi themba lam
2:08Loli lavi wam
2:14Yintoni undenza nje mna?
2:21Bendithi ungowam
2:24Nam ndingowakho
2:27Ndicel' ungandishiyi themba lam
2:35Xa ndiphumil' endlini mna ndyosebenza
2:38Basala bona bexoka ngegama lam
2:41Yhe Loli please subakholwa
2:45Bathetha intw' engekhoyo
2:48Imbudane yodwa
2:51Themba mina switi lav' o
2:54Ungowami ndingowakho
2:56Never bandijulel' emafini
2:58Sthandwa kumele sibonisane
3:04Uma uvele uqoq' uhambe
3:10Kanti kutheni ungandibuzi
3:17Wakholelwa abantu
3:21Ndim umntu wakho
3:23Loli lavi wam
3:29Yintoni undenza nje mna?
3:35Bendithi ungowam
3:38Nam ndingowakho
3:41Ndicel' ungandishiyi themba lam
3:48Loli lavi wam
3:54Yintoni undenza nje mna?
4:00Bendithi ungowam
4:03Nam ndingowakho
4:06Ndicel' ungandishiyi themba lam
4:12Loli lavi wam
4:18Yintoni undenza nje mna?
4:25Bendithi ungowam
4:28Nam ndingowakho
4:31Ndicel' ungandishiyi themba lam
4:37Loli lavi wam
4:43Yintoni undenza nje mna?
4:49Bendithi ungowam
4:53Nam ndingowakho
4:56Ndicel' ungandishiyi themba lam
Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Loli baby wam Kutheni ungath ufun' ukuchaza abantu Kubo bonke ndikhethile mna Yhe ndithi nawe baby wavumelana nam Baby naw' uyazi ma kukuhle Abantu bathand' ukufak' unyawo Bohlala benomona Wen' ungowami nodoli wam Yhe ndithi baby uthandwa ndim Uthandwa ndim Loli Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Xa ndiphumil' endlini mna ndyosebenza Basala bona bexoka ngegama lam Yhe Loli please subakholwa Bathetha intw' engekhoyo Imbudane yodwa Themba mina switi lav' o Ungowami ndingowakho Never bandijulel' emafini Sthandwa kumele sibonisane Uma uvele uqoq' uhambe Kanti kutheni ungandibuzi Wakholelwa abantu Ndim umntu wakho Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam Loli lavi wam Yintoni undenza nje mna? Bendithi ungowam Nam ndingowakho Ndicel' ungandishiyi themba lam
Translation
Select a language to see the translated lyrics.