Thandiwe
Vusi Nova"Thandiwe"은(는) Vusi Nova의 곡입니다, 2015, Pop. 길이는 3:07, 40 lines / 115 words.
가사
0:06Thandiwe
0:10Thandiwe
0:14Thandiwe
0:20Kwasekuqaleni
0:24Wawungu Thandiwe wam
0:29Ndifuna nokuva nto
0:37Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
0:45Izinto zajika Bekutheni na
0:54Ndisele neengcinga
0:55Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
1:02Mntakwethu kwenze njani
1:07Phakathi kwam nawe
1:12Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
1:19Mntakwethu kwenze njani
1:24Phakathi kwam nawe
1:29Ngoluthando
1:31Nd'cela sihlale sibonisane
1:33Singayek' umhlaba asihlukanise
1:35Kudala siwa mina nawe baby
1:37Kodwa sihlala thina sibambile
1:40Ew' emhlaben kunzima
1:41Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
1:44Thandiwe
1:47Thandiwe Thandiwe
1:51Thandiwe Thandiwe
1:55Thandiwe
1:58Thandiwe Mntakwethu Thandiwe wam
2:02Kushiyeke iingicinga
2:04Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
2:10Mntakwethu kwenze njani
2:15Phakathi kwam nawe
2:21Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
2:28Mntakwethu kwenze njani
2:32Phakathi kwam nawe
2:38Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
2:45Mntakwethu kwenze njani
2:49Phakathi kwam nawe
2:55Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
3:02Mntakwethu kwenze njani
3:07Phakathi kwam nawe
Thandiwe Thandiwe Thandiwe Kwasekuqaleni Wawungu Thandiwe wam Ndifuna nokuva nto Xa ndicinga ndiva ubuhlungu Izinto zajika Bekutheni na Ndisele neengcinga Ndicinga ngaw' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe Ndicinga ngaw' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe Ngoluthando Nd'cela sihlale sibonisane Singayek' umhlaba asihlukanise Kudala siwa mina nawe baby Kodwa sihlala thina sibambile Ew' emhlaben kunzima Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho Thandiwe Thandiwe Thandiwe Thandiwe Thandiwe Thandiwe Thandiwe Mntakwethu Thandiwe wam Kushiyeke iingicinga Ndicinga ngaw' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe Ndicinga ngaw' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe Ndicinga ngaw' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe Ndicinga ngaw' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe
번역
번역을 보려면 언어를 선택하세요.